Masidlaleni

£4.92

Masidlaleni

Children’s: picture books, activity books, early learning concepts

Author: Refiloe Moahloli

Dinosaur mascot

Language: English

Published by: Pan Macmillan South Africa Children's Books

Published on: 3rd October 2022

Format: LCP-protected ePub

ISBN: 9781776251834


Ukudlala yinto ebaluleke kakhulu ekufundeni

Le ncwadi ethi Masidlaleni ikhuthaza abantwana ukuba bahlole indawo ebangqongileyo baphuhlise nesakhono sabo sokuzenzela umfanekiso ngqondweni.

Njengokuba igcwele abalinganiswa abavela kwiintlanga ngeentlanga zoMzantsi Afrika esiziqhenyayo ngawo, le ncwadi izakukhuthaza abantwana ukuzenzela awabo amabali, bazicele umngeni wokudlala imidlalo emitsha baze bonwabe kangangoko nabahlobo babo.

Show moreShow less